Iingoma Ezimnandi Lyrics

[Intro: iFani]
Ndidlalele ingom'ezimnandi
Ndidlalele ingom'ezimnandi
Ndidlalele ingom'ezimnandi
UMamThembu uthand'ingom'ezimnandi

[Verse 1: iFani]
Ndikhule eBlawa ndikhule ndingamazi uTata
UmaKhulu wami ndikhule ndimubiz' UMama
Undikhulisile uMama, ewe undifundisile uMama
Ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile uMama
Zange ndalibona uthando olunjeeee njenge lakho Mamthembu abantu bendibona mna ndinjeee, luthando lakho Mamthembu
Ndikhule ndikufundela Mama ndisithi ndizakubulela Mama ndisithi ndizaku culela Mama
IZulu kodwa lakhetha ukukuthatha

[Hook: iFani]
So ndiyacela Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama
Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi

(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi
[Verse 2: iFani]
Bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile ndicela nivul' icilongo
Okanye lama culo ase wisile
Ebehamba eAssembles of God (God) ebeyithand' icawa
Ebemthand' UYesu and ebeyithandi iNyama
Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese (ilekese)
Xa 'ndibona ba andikho right eb'sweni athi boy hambo thath' ilekese ndiyathemba iZulu limamkele izono zakhe zixolelwe
If zikhon' ezishotayo
Ndicel' uzibeke kum zonke Nkosi

[Hook: iFani]
Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama
Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi

[Bridge: iFani]
I hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini mamThembu ungabonisi uYesu I afro yakho mhlawumbi angano mona ungabina wari mamThembu ngam ndi ORight uToys ujongile esemva kwabantwan' uToys mamthembu eey kodwa kunzima sometimes mthembu yoooh, eyyy anyway I hope uk'dlalela ingom' ezimnandi apho cause ndiyakwazi ubuwuthand' umculo Yesu Please ndiyak'cela, Please Yesu
[Hook: iFani]
Ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xe ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama
Xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uma) umamThembu uthand' ingoma ezimnandi

How to Format Lyrics:

  • Type out all lyrics, even repeating song parts like the chorus
  • Lyrics should be broken down into individual lines
  • Use section headers above different song parts like [Verse], [Chorus], etc.
  • Use italics (<i>lyric</i>) and bold (<b>lyric</b>) to distinguish between different vocalists in the same song part
  • If you don’t understand a lyric, use [?]

To learn more, check out our transcription guide or visit our transcribers forum

About

Genius Annotation

iFani dedicates this song to Mamthembu, his grandmother. When he was growing up, she was his mother figure, he called her Mama, she has passed on. He also dedicate the song to all the mothers that have passed away.

She loved good songs, he hopes she is listening to good music in heaven. He also hopes she doesn’t show Jesus her Afro.

A very touching song.

Q&A

Find answers to frequently asked questions about the song and explore its deeper meaning

  1. 1.
    Intro (Missing Lyrics)
  2. 2.
    Ewe
  3. 3.
    Kudala (Missing Lyrics)
  4. 4.
    Iingoma Ezimnandi
  5. 5.
    Chocolate and Vanilla (Missing Lyrics)
  6. 6.
    Lady Friend (Missing Lyrics)
  7. 7.
    Sundiqhela (Missing Lyrics)
  8. 9.
    Jonga (Missing Lyrics)
  9. 10.
    Milli (Missing Lyrics)
  10. 11.
    Dancin in da club (Missing Lyrics)
  11. 12.
    13th Track (Missing Lyrics)
Credits
Tags
Comments